MASSIVE SAVINGS JUST FOR YOU!
VIEW DEALS

Hola Ibanga 3 Ooonotsheluza Bamagama



UHola! Masifunde luluhlu lokuqala lweeNcwadi zokuFunda zoLwimi lweNkobe lwesiXhosa. Olu luhlu luquka amabali anika umdla, anika abafundi ithuba, umxholo oyinyani, kwaye alungiselelwe abafundi abakumanqanaba ahlukeneyo okufunda kumagumbi okufundela. IiNcwadi zokuFunda zikaHola zingumxube wamabali, iintsomi, aphonononga nomxholo oyinyani okanye abonisa ilizwe abantwana abaphila kulo. Imifanekiso emi... more details

R223.95 from Cleansafe Labs

price history Price history

   BP = Best Price   HP = Highest Price

Current Price: R223.95

loading...
Features
Brand Unbranded
Manufacturer Unbranded
Description
UHola! Masifunde luluhlu lokuqala lweeNcwadi zokuFunda zoLwimi lweNkobe lwesiXhosa. Olu luhlu luquka amabali anika umdla, anika abafundi ithuba, umxholo oyinyani, kwaye alungiselelwe abafundi abakumanqanaba ahlukeneyo okufunda kumagumbi okufundela. IiNcwadi zokuFunda zikaHola zingumxube wamabali, iintsomi, aphonononga nomxholo oyinyani okanye abonisa ilizwe abantwana abaphila kulo. Imifanekiso emihle nengqamene neminyaka yabantwana ayibukeki nje kuphela kodwa ixhasa isicatshulwa kwaye incedise abafundi ekufundeni. UHola! Masifunde uyimfuneko kwaye unika iNkqubo yokuFunda yesiGaba sesiSeko equlathe okufunekayo. Uyafumaneka ukuqala kwiBanga R ukuya kwelesi-3 kwaye uqulathe ezi zinto zilandelayo.
This site is protected by reCAPTCHA and the Google Privacy Policy and Terms of Service apply.